Thumel' imali
Thumel' imali, tata
Thumel' imali
Thumel' imal' ekhaya
Bek'noba njani na ngaphandle komama?
Kalok' utata uye wasishiya nomama
Uth' uzobuya, usayophangel' imali
Kuna namhlanje akakabuyel' ekhaya
Akazang' abuye namali
Akazang' abuyel' ekhaya
Akazang' abuye namali
Tata, buyel' ekhaya
Syambulel' umama ngokusikhulisa kwakhe
Kungekho mali, umama ebexolel' u'ngatyi
Singaka nje thina ngumama yedwa
Kodwa namhlanje ndithi siyabulela mama
Ngob' utata akazang' abuye namali
Akazang' abuyel' ekhaya
Akazanga buye namali
Tata, buyel' ekhaya
Kulungile, hlala kanjalo
Kulungile, siphila kanjalo
Kulungile, ubomi buhamba kanjalo
Tata, buyel' ekhaya
Oko wemkayo akazang' abuye namali
Akazang' abuyele khaya
Akazang' abuye namali
Tata, buyel' ekhaya
Oko wemkayo akazang' abuye namali
Sikhule singaka, akazang' abuyel' ekhaya
Sasimlindile, akazang' abuye namali
Tata buyel' ekhaya
Ooh! Buyel' ekhaya
Tata, buyel' ekhaya
Tenha acesso a benefícios exclusivos no App e no Site
Chega de anúncios
Badges exclusivas
Mais recursos no app do Afinador
Atendimento Prioritário
Aumente seu limite de lista
Ajude a produzir mais conteúdo