Imali

Ami Faku

tom: E Afinação: E A D G B E
C#m G#m          A  E
C#m G#m          A  E


[Pre-Chorus]
C#m G#m          A  E
    Andinay' imali, nd'hluphekile
C#m G#m        A  E
    Thandazile, kuzolunga nini?
C#m G#m          A E
    Nankw' ememeza, amashwa emuva
C#m G#m          A E
     Bunjani ubomi, kwabanye bethu?

[Chorus]
C#m G#m     A       E
Ewe ndifile engqondweni
    C#m    G#m        A       E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m   A    E
Yooh yooh yooh
C#m     G#m        A    E
Yooh hii yooh mama weeh

[Verse 1]
 C#m            G#m                                  A     E
Ilanga liyoba linye, izinyembezi zami ziyophenduk' imvula
              C#m      G#m                     A   E
Izithukuthuku zami zibe iz'busiso, izinto zibe lula
                  C#m       G#m                  A   E
Awu, sekuphele iminyaka, amathuba empumelelo eng'phutha
                    C#m        G#m                    A   E
Ngikhala kuwe Mdali wami, nawe thonga lami please phendula (Yey' phendula)
        C#m    G#m
Ikati lilele eziko (Eshe!)
          A   E
Nginje ngenyoni engenampiko
            C#m           G#m          A           E
Impilo yami yonke ngisebenzel' uk'feza ezikamama ifiso
         C#m                        G#m
Iindlela zami zigcwele amashwa - amabhadi (Amabhadi)
                A              E
Ngisho nosizi sekuwu mngani wami (Mngani wam' weeh)
             C#m            G#m
Yey kwakhala nyonini dlozi lami? (Dlozi lami)
                 A             E
Aw ngoba sengibasathe akuhlangani (Awuphendule mf'wethu!)

[Chorus]
C#m G#m     A       E
Ewe ndifile engqondweni
    C#m    G#m        A       E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m   A       E
Yooh yooh yooh
C#m      G#m       A       E
Yooh hii yooh mama weeh

[Verse 2]
 C#m   G#m               A     E
Ogogo (Haya), bayakhala ogogo (Mmm)
 C#m   G#m                   A           E
Ogogo (Haya), bakhala yonk' impelasonto (Mmm)
   C#m   G#m                 A     E
UMamami (Haya), oh ngisho umamami (Mmm)
      C#m    G#m                     A     E
Angisakwazi (Haya), usehlala emtholampilo (Mmm)
  C#m G#m        A        E
Ah    webafana liguqubele izulu
  C#m G#m        A            E
Ah    webafana indl' emnyama ivelelwe
 C#m G#m        A        E
Ah   webafana liguqubele izulu
  C#m G#m        A            E
Ah    webafana indl' emnyama ivelelwe (iphelelwe)

[Chorus]
C#m G#m     A       E
Ewe ndifile engqondweni
    C#m    G#m        A       E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m   A       E
Yooh yooh yooh
C#m      G#m       A       E
Yooh hii yooh mama weeh

[Pre-Chorus]
C#m G#m          A  E
    Andinay' imali, nd'hluphekile
C#m G#m        A  E
    Thandazile, kuzolunga nini?
C#m G#m          A E
    Nankw' ememeza, amashwa emuva
C#m G#m          A E
     Bunjani ubomi, kwabanye bethu?

[Chorus]
C#m G#m     A       E
Ewe ndifile engqondweni
    C#m    G#m        A       E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m   A    E
Yooh yooh yooh
C#m     G#m        A    E
Yooh hii yooh mama weeh
Página 1 / 1

Letras e título
Acordes e artista

resetar configurações
OK